UVUKANI! No. 5 2016 | Ngaba UYesu Wakha Waphila Nyhani?

Imbali inabuphi ubungqina?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba UYesu Wakha Waphila Nyhani?

Abasemagunyeni bamandulo nabangoku bathini ngalo mba?

OKWENZEKA EHLABATHINI

Makhe Sithethe Ngamazwe AseMerika

Ukukhathazeka nogonyamelo ziingxaki nje ezimbalwa ajongene nazo amanye amazwe aseMerika. Ngaba ubulumko obuseBhayibhileni bunokunceda?

UKUNCEDA INTSAPHO

Fundisa Umntwana Wakho Ngesondo

Abasebatsha bachanabeke kwimiyalezo yesondo besebancinane kakhulu. Oko umele ukwazi? Yintoni onokuyenza ukuze ukhusele abantwana bakho?

Ummangaliso Wendalo

Awukho umchiza obaluleke njengalo ebomini. Nguwuphi lo mchiza, yaye yintoni ewenza ubaluleke kangaka?

IMBONO YEBHAYIBHILE

Ukubulela

Ukubulela kunceda kwizinto ezininzi. Kunokukunceda njani, unokukwazi njani ukubulela?

IIFOTO ZAKUDALA

UAristotle

Iimbono zalo mfundi wefilosofi zangena kakhulu kwiimfundiso zeNgqobhoko.

“Asiqhelanga Kufundiswa Ngolu Hlobo!”

Iividiyo ezikwiwebhsayithi ethi jw.org/xh zibangel’ umdla kootitshala, abacebisi babantwana nabanye.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Yiba Noxabiso

Unokulubonisa njani uxabiso kwabo basenzele izinto?