Yiya kwinkcazelo

Abasebatsha

Amacebiso asuka eBhayibhileni anokukunceda kwiingxaki onazo aze akuncede uphucule ubomi bakho. a

a Amanye amagama abantu akula manqaku atshintshiwe.

ULUTSHA LUYABUZA

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokutshaya Ngoomatshini Necuba?

Kuyingozi nangona abantu abadumileyo nobaziyo besenokwenza kubonakale ngathi ‘kukuzonwabisa’ nje qha. Funda ukuba kuyingozi njani, nendlela yokuyiphepha.

ULUTSHA LUYABUZA

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokutshaya Ngoomatshini Necuba?

Kuyingozi nangona abantu abadumileyo nobaziyo besenokwenza kubonakale ngathi ‘kukuzonwabisa’ nje qha. Funda ukuba kuyingozi njani, nendlela yokuyiphepha.

Ulutsha Luyabuza

Imibuzo eqhele ukubuzwa lulutsha ngokulalana, abahlobo, abazali, isikolo nezinye izinto.

Okuthethwa Ngoontanga Bakho

Usenokuba ujamelene neengxaki ongazange wajamelana nazo ngaphambili. Khawubone indlela olunye ulutsha oluye lwamelana ngayo neengxaki zalo.

Oopopayi

Ngaba ukhe uzibone sele usengxakini ekunzima ukuphuma kuyo? Ukuba kunjalo, ezi vidiyo zinokukunceda umelane neengxaki ezidla ngokufunyanwa lulutsha.

Amaphepha Onokubhala Kuwo

La maphepha anceda ubhale phantsi oko ukucingayo kwaye ukwazi ukulungiselela iimeko zobomi.

Izinto Ezenziwa Xa Kufundwa IBhayibhile

Izifundo eziprintekayo eziwenza aphile amabali eBhayibhile

Imibuzo Eli-10 Yolutsha Iyaphendulwa

Fumana amacebiso anokukunceda uphumelele ebomini.

Izixhobo Zokufunda IBhayibhile

Sebenzisa ezi zixhobo zokufunda iBhayibhile ukuze womeleze ukholo lwakho uze ufunde nendlela yokucacisa izinto ozikholelwayo.