Yiya kwinkcazelo

ITeknoloji

Ukuba unefowuni okanye esinye isixhobo se-elektroniki, kusenokwenzeka ukuba usisebenzisa ixesha elide ngaphezu kokuba ucinga. Ungenza njani ukuze ungalawulwa yiteknoloji?

Electronic Devices

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngemidlalo Ye-elektroniki?

Inokuba luncedo ize iphinde ibe nezinye izinto esingakhange sizicinge.

Imidlalo Yam Ye-elektroniki

Eli phepha liza kukunceda uyihlolisise kakuhle imidlalo yakho ye-elektroniki.

Imidlalo Yevidiyo: Ngaba Nyhani Uyaphumelela?

Video games can be fun, but they also bring some risks. How can you avoid the pitfalls and be a real winner?

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokubhalelana Ngefowuni?

Iisms zinokubonakalisa ubuhlobo onabo nabantu kunye nendlela abanye abakujonga ngayo.

Ukuba Nesimilo Xa Usebenzisa Ifowuni

Ngaba kukrwada ukupazamisa incoko kuba nje ufuna ukujonga isms? Okanye kukrwada ukungayihoyi isms kuba uncokola?

Oko Kuthethawa Ngoontanga Bakho Ngeeselfowuni

Ulutsha oluninzi luyithand’ ukufa iselfowuni. Ziziphi izinto eluncedo neziyingozi ngayo?

Social Media

Zisebenzise Kakuhle IiWebhsayithi Zokuncokola

Hlala ukhuselekile xa usebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola.

Ndimele Ndithini Xa Abazali Bam Bengafuni Ndisebenzise Iiwebhsayithi Zokuncokola?

Kubonakala ngathi bonke abantu basebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola, ngaba nyhani kunjalo? Ungenza ntoni xa wena abazali bakho bengakuvumeli?

Yintoni Iiwebhsayithi Zokuncokola Eziyenzayo Kum?

Kunzima ukuyeka ukusebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola. La macebiso anokukunceda ukwazi ukuzibamba.

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokufaka Iifoto Kwi-intanethi?

Xa ufaka iifoto ozithandayo kwi-intanethi wazisa abahlobo nabantu bakokwenu ukuba unjani, kodwa zikhona neendlela okuyingozi ngako.

Ukufaka Iifoto Kwi-intanethi Nendlela Odume Ngayo

Bona indlela onokulumka ngayo ngaphambi kokuba ufake iifoto kwi-intanethi.

Ndinokwenza Njani Xa Ndihlutshwa Ngumntu Kwi-intanethi?

Oko umele ukwazi noko umele ukwenze ukuze uzikhusele

Indlela Yokuyekisa Umntu Okuhluphayo Kwi-intanethi

Eli phepha unokubhala kulo liza kukunceda ubone imiphumo emihle nemibi kwizinto onokuzenza lize likuncede ucinge nangezinto onokuzenza ukuze uyekise umntu okuhluphayo.

Hidden Dangers

Ngaba ndifanele ndenze izinto ezininzi ngexesha elinye?

Ngaba ungakwazi ukwenza izinto ezininzi ungaphazamiseki?

Yintoni Enokundinceda Ukuze Ndingaphazamiseki?

Phawula iimeko ezintathu ezinokubangela iteknoloji ikuphazamise nento onokuyenza ukuze ingenzeki loo nto.

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Nemifanekiso Yamanyala Ngefowuni?

Ngaba unyanzelwa ukuba uthumele iifoto zabantu abahamba ze? Iba yintoni imiphumo yokuthumelelana iifoto zabantu abahamba ze? Ngaba kukudlala nje ngothando?