Yiya kwinkcazelo

Amabal’ Engwe—Ehlabathini Lonke

  • 239—Amazwe amaNgqina kaYehova ashumayela kuwo

  • 8 816 562—AmaNgqina kaYehova

  • 7 281 212—Izifundo zeBhayibhile eziqhutywa simahla

  • 20 461 767—Abantu abezileyo kwiSikhumbuzo sokufa kukaKristu saminyaka le

  • 118 177—Amabandla

 

AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Sisehlabathini lonke, siziintlanga ngeentlanga ibe sineemvalaphi ezingafaniyo. Kusenokwenzeka ukuba uqhelene nomsebenzi wethu wokushumayela, kodwa siyabanceda abantu nangeezinye iindlela.

Okunye Onokukubona

IINCWADI NEENCWADANA EZINEMIFANEKISO

Ingxelo Yonyaka Wenkonzo WamaNgqina KaYehova Yehlabathi Lonke Ka-2023

Jonga iinkcukacha zomsebenzi wokushumayela owenziwe ngamaNgqina KaYehova ukuqala ngoSeptemba 2022 ukuya kuAgasti 2023.

IMBONISELO

Ngoobani AmaNgqina KaYehova?

Ngaba uyanqqinelana nezinye zezinto ezithethwe kweli nqaku?