Ingxelo Yonyaka Wenkonzo WamaNgqina KaYehova Yehlabathi Lonke Ka-2023

Jonga iinkcukacha zomsebenzi wokushumayela owenziwe ngamaNgqina KaYehova ukuqala ngoSeptemba 2022 ukuya kuAgasti 2023.

Iitotali Zika-2023

Le ngxelo yonyaka ibonisa umsebenzi oye wenziwa ngamaNgqina KaYehova kumsebenzi wawo wokushumayela owenziwa emhlabeni wonke.

Iingxelo Zamazwe Nemimandla Zika-2023

Le ngxelo inenani lamaNgqina, inani lababhaptiziweyo, inani labebezile eSikhumbuzweni, namanani ezinye izinto.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Mangaphi AmaNgqina KaYehova Xa Ewonke Emhlabeni?

Jonga indlela adityaniswa ngayo amanani amaNgqina.

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engena Kumakhaya Ngamakhaya?

Funda ukuba uYesu wathi mabenze ntoni abalandeli bakhe bokuqala.

Iintshayelelo Zentsimi

Ngoobani​—AmaNgqina KaYehova?

Abantu abaninzi banomdla wokwazi ukuba ngoobani amaNgqina KaYehova. Yiva ngawo ukuba angoobani.

INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI

AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Funda ngendlela esincedana ngayo njengabazalwana ehlabathini lonke.

INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI

Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?

Ehlabathini lonke, amaNgqina kaYehova anceda abantu ngokubafundisa iBhayibhile. Bukela indlela abenza ngayo.