AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke

Greece

  • EMonastiraki Square, eAthens, eGrisi—AmaNgqina kaYehova ahambisa imagazini uVukani!

Inkcazelo Ebangel’ Umdla—

  • Abemi—321 773 600
  • Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
  • Amabandla—
  • Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261

EZISEMATHENI

Kwathatha Iminyaka Eyi-50 Besilwela Inkululeko Yokushumayela

Ngo-1993, uMinos Kokkinakis waphumelela umlo wenkululeko yokushumayela ngezinto azikholelwayo, sigqibo eso senziwa YiNkundla YaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu esingazange senziwa ngaphambili.

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Ndandizimisele Ukuba Lijoni LikaKristu

UDemetrius Psarras wavalelwa kuba engafuni kulwa. Sekunjalo waqhubeka emzukisa uThixo, nakuba waba neengxaki.