Inkcazelo Ebangel’ Umdla—
- Abemi—321 773 600
- Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
- Amabandla—
- Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261
UVUKANI!
Ukutyelela ESpeyin
ISpeyin lilizwe elinabantu abahlukahlukeneyo ibe indlela ome ngayo umhlaba yahlukile. ESpeyin kwenziwa kakhulu okona kutya kuthandwayo ukodlula onke amanye amazwe ehlabathini.