IMBONISELO Matshi 2013 | Ukuvuswa KukaYesu—Indlela Okukunceda Ngayo

Ngaba ukuvuswa kukaYesu kunokubuchaphazela ubomi bakho?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ngaba Nyhani—UYesu Wavuswa?

Ekubeni ukuvuswa kukaYesu kuyeyona mfundiso ibalulekileyo eBhayibhileni, kufuneka sazi ukuba kwenzeka nyhani na.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukuvuswa KukaYesu Kukuvulele Ithuba Lokuphila Ngonaphakade!

Khawube nombono wobomi obungunaphakade apho kungekho zintlungu, ukubandezeleka nosizi.

Ngaba Ubusazi?

Ngawaphi amalungiselelo omngcwabo awayesenziwa ngamaYuda enkulungwane yokuqala? Ngaba indlela uYesu awangcwatywa ngayo yileyo yayisetyenziswa ngamaYuda?

IMIBUZO YABAFUNDI

Ngaba UYesu Wathembisa Umenzi-bubi Ukuba Uza Kumsa Ezulwini?

JUYesu wathembisa umenzi-bubi: “Uya kuba nam eParadesi.” Wayethetha ukuthini?

IBALI LOBOMI

“Ndandibona Kodwa Ndingaqondi”

UOlivier wajongana neengxaki ezikhethekileyo ngenxa yokuba wayengeva ngeendlebe. Zifundele indlela awancedwa ngayo nguYehova.

SONDELA KUTHIXO

“Nguwuphi Umyalelo Wokuqala Kuyo Yonke?”

Into efuwa nguThixo kuthi inokuchazwa ngegama nje elinye.

FUNDISA ABANTWANA BAKHO

UPetros NoAnaniyas Baxoka—Sinokufunda Ntoni Kubo?

Funda isizathu sokuba omnye axolelwe ngokuxoka aze omnye angaxolelwa.

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Kutheni iBhayibhile ithetha ngoYesu “njengoNyana kaThixo” “izibulo lendalo yoke”?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba AmaNgqina KaYehova NgamaKristu?

Khawubone indlela esahluke ngayo kwezinye iicawa ezizibiza ngokuba ngamaKristu.