Ngaba Izinto Eziphilayo Zadalwa?

Ibalulekile into oyikholelwayo ngendlela obaqala ngayo ubomi.

Intshayelelo

Ngaba umhlaba wethu wawudalelwe ukuba kuphilwe kuwo? Ngaba imfundiso yokuzivelela kwezinto ichanile?

Yintoni Oyikholelwayo?

Unokukholelwa kuThixo uze uyihloniphe iBhayibhile, kwangaxeshanye uxabise nento ecingwa ngoososayensi abaqeqeshiweyo nabanempembelelo enkulu abangakholelwayo ukuba ubomi badalwa.

Isijikelezi-langa Esinezinto Eziphilayo

Bekungenakubakho nto iphilayo kulo mhlaba ukuba kwakungazange kwenzeke “ngamabona-ndenzile.” Ngaba zenzeka ngamabona-ndenzile okanye zadalwa ngumntu okrelekrele?

Ngubani Owayiyila Kuqala?

Abaphandi balinganisa inkqubo yendalo ukuze bacombulule iingxaki zoononjineli. Ukuba bakopa kumdali okrelekrele, sithini ngomdali wezo zinto?

Ukuzivelela Kwezinto—Ubuxoki Nenyaniso

Enye yezinto emi ngazo imfundiso yokuzivelela kwezinto kukuba imutation iguqula isityalo okanye isilwanyana sibe yenye into. Ngaba le nto bubuxoki okanye yinyani?

Isayensi Nengxelo YeGenesis

Ngaba isayensi ayihambisani ngengxelo eseBhayibhileni yendalo?

Ngaba Kubalulekile Ukuba Yintoni Oyikholelwayo?

Ngaba inkolelo onayo ngokuzivelela kwezinto inento eyenzayo ngoko kuthethwa bubomi?

Iincwadi Ezisetyenzisiweyo

Khangela iimbekiselo ethatyathwe kuzo imibandela ekule ncwadana.