Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Intshayelelo

Intshayelelo

Kula maxesha anzima apho imitshato neentsapho zingonwabanga, ngaba ninako ukonwaba entsatsheni? Lo asingombandela ulula. Kodwa lukho uncedo. Nangona le ncwadana ingaveleli zonke iinkcukacha ngomtshato, ichaza imigaqo yeBhayibhile enokuba luncedo. Ukuba niyayisebenzisa, niya konwaba entsatsheni.