Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 1

Iimpawu ZikaYehova

Iimpawu ZikaYehova

(ISityhilelo 4:11)

  1. 1. Yehova Thixo, onguSomandla

    Ubomi bethu sibunikwe nguwe.

    Amandla akho siyawabona

    Kwindalo yakho yonke entle.

  2. 2. Zininzi gqitha iimpawu zakho.

    Bubulungisa kunye nokulunga

    Nobulumko lolunye uphawu

    OlukwiLizwi lakho Thixo.

  3. 3. Uthando lwakho lubalasele

    Ngenxa yothando usipha izipho.

    Masishumayele ngazo zonke

    Iimpawu zakho Thixo wethu.