IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU
UJohny NoGideon: Babeziintshaba, Ngoku Bangabazalwana
Ngexesha leapartheid uJohny noGideon babekumaqela angafaniyo ngenxa yebala labo. Funda indlela ababa ngabahlobo ngayo emva kokuphela kweapartheid eMzantsi Afrika.