Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

KwiDemocratic Republic of the Congo

75, 13e Rue, Q. Industriel

LIMETE

KINSHASA

DEMOCRATIC REPUBLIC OF THE CONGO

+243 81-555-1000

+243 99-818-9791

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:30 a.m. ukusa ku-10:30 a.m. nango-1:30 p.m. ukusa ku-3:30 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa IMboniselo ngeelwimi ezili-7, nezinye iimpapasho ngeelwimi ezili-27. Kuthunyelwa iitoni zeempapasho ezili-1 670 nyaka ngamnye kumabandla angaphezu kwama-3 000 kulo lonke elaseCongo eKinshasa.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.