Yiya kwinkcazelo

Amanqaku Ebikwiphepha Lokuqala

 

Ngaba Ukuqhankqalaza Kusisicombululo?

Ukuqhankqalaza kunganefuthe elikhulu ekwenzeni utshintsho. Kodwa ngaba kusisicombululo sokuphelisa okungekho sikweni, urhwaphilizo nengcinezelo?

Ngaba Zikhona Izinto Ezinokukuthuthuzela EBhayibhileni?

Iivesi zeBhayibhile eziye zathuthuzela abantu abaninzi abaneengxaki nabakhathazekileyo.

Kutheni UThixo Evumela Ukubandezeleka?

Abantu abaninzi bayazibuza ukuba kutheni emhlabeni kusenzeka izinto ezimbi kangaka. IBhayibhile ineempendulo ezithuthuzelayo nezanelisayo.

Ngaba Inyani Isabalulekile?

Ngaba isekhona inyani? Ukuba ikhona, ungayazi njani?

 

Iza Kuphela Nini Imilo?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ithi abantu baseza kuyeka ukulwa. IBhayibhile iyachaza ukuba iza kwenzeka njani loo nto.

UBukumkani BukaThixo Buza Kwenza Ntoni Ngemeko Yezempilo?

Khawuve ukuba uBukumkani bukaThixo buza kusinceda njani kwizigulo esinazo.

Ngaba IBhayibhile Itshintshiwe?

Ngenxa yokuba iBhayibhile iyincwadi yakudala, sinokuqiniseka njani ukuba iguqulelwe ngokuchanileyo?

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa

Icebiso leBhayibhile lingakunceda.

 

Zilumkele Izinto Ezingeyonyani

Zininzi kakhulu iindaba ezilahlekisayo nezingeyonyani kunye nezinto ezithethwayo ekungekho bungqina bazo, ibe zinokukufaka engxakini.

Ngaba Ubugrogrisi Buya Kuze Buphele?

Leliphi ithemba esilifumana eBhayibhileni?

 

Kuthetha Ukuthini Ukuba ‘NgumSamariya Olungileyo’?

Khawuve ukuba lithetha ukuthini eli gama ibe lithathwe phi.

Ithini IBhayibhile NgeIsta?

Funda ngemvelaphi yezinto ezintlanu ezenziwa ngeholide yeIsta.

UYesu Uza Kubasusa Abantu Abophula Umthetho

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona?

UYesu Uza Kuphelisa Indlala

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona?

UYesu Uza Kuyiphelisa Imfazwe

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona?

Kwakutheni Ukuze UYesu Afe?

Abantu abaninzi baqhelene nemfundiso yokuba uYesu wafa ukuze siphile. Kodwa ukufa kwakhe kusinceda njani?

Kutheni Sisehlelwa Zizinto Ezibuhlungu?

Ukwazi inyani kunokukunceda uthuthuzeleke xa unengxaki.

Kusetyenziswe Iitriliyoni Zemali Kwimfazwe

Mkhulu kangakanani umonakalo wayo yonke le nto?

 

Buza Kulawula Nini Emhlabeni UBukumkani BukaThixo?

Izinto ezenzekayo ngoku zibonisa ukuba uYesu onguKumkani woBukumkani bukaThixo sele eza kuphucula izinto emhlabeni.