Yiya kwinkcazelo

KWASIRAYELI

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke KwaSirayeli

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke KwaSirayeli
  1. NGOMEYI 1, 2015—INkundla Ephakamileyo ixhasa ilungelo lokudibana ngoxolo kwamaNgqina kwidolophu yaseRa’anana

    FUNDA OKUNGAKUMBI

  2. NGOFEBRUWARI 5, 2007—Ngoncedo lwamagqwetha iNkundla iye yagweba ngokuba iHaifa International Congress Center khange iwaphathe kakuhle amaNgqina ngokungavumi ukuwarentisela izakhiwo zawo

  3. Ekupheleni kweminyaka yoo-1990 Abantu bonqulo lwamaYuda bahlasela kabuhlungu amaNgqina baza bawaphatha kakubi

  4. NGOSEPTEMBA 7, 1992—Emva kokuba igqwetha lenze isaziso, iKomishoni Yezibheno yasirhoxisa isigqibo sayo sokungavumeli amaNgqina ukuba asebenzise iHolo YoBukumkani yawo eTel Aviv

  5. NGONOVEMBA 15, 1963—Urhulumente ubhalisa amaNgqina ngokusemthethweni, iWatch Tower Bible & Tract Society

  6. NGOJANUWARI 1, 1963—AmaNgqina aba neofisi yesebe eHaifa, kamva yasiwa eTel Aviv

  7. NGO-1920—Xa iBritani yayilawula kuMbinidi Mpuma, amaNgqina kaYehova amisela ibandla lokuqala neofisi yokulungiselela umsebenzi wokushumayela