Yiya kwinkcazelo

Xa Wehlelwe Yinto Ebuhlungu

Iintlungu

Oko Kuthethwa YiBhayibhile Ngeentlungu

Ngaba uThixo ukukhathalele ukulingwa nokuba sentlungwini kwethu?

Izinto Ezibuhlungu​—⁠Ngaba Zisisohlwayo Esivela KuThixo?

Ngaba uThixo usebenzisa ukugula okanye izinto ezibuhlungu ukuze ohlwaye abantu ngezono zabo?

Ndingamelana Njani Nentlungu?

Ulutsha lubalisa ngento eye yalunceda lwanyamezela.

Ithemba Lokuba Izinto Ziseza Kuba Bhetele

Kutheni izithembiso eziseBhayibhileni zingafani nezithembiso zabantu kunye nezinto abazicingayo?

Ngaba Ukungcungcuthekiswa Kuya Kuze Kuphele?

De kuphele uloyiko nogonyamelo, iBhayibhile icebisa izinto ezimbini ezinokwenziwa ngabantu abathwaxwe kukungcungcuthekiswa.

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokuxhatshazwa Ngokwesondo?—Inxalenye 2: Ukuchacha

Funda ukuba bathini abantu abakha baxhatshazwa ngokwesondo nendlela abaye bachacha ngayo.

Ngaba UThixo Akabi Buhlungu Bububi Obusehlelayo?

Abanye abantu bayathandabuza ukuba uThixo ukho ngenxa yobubi ababubonayo. Funda indlela avakalelwa ngayo uThixo ngobubi obusehlelayo kwiLizwi lakhe.

Kutheni UThixo Evumela Ukubandezeleka?

Abantu abaninzi bayazibuza ukuba kutheni emhlabeni kusenzeka izinto ezimbi kangaka. IBhayibhile ineempendulo ezithuthuzelayo nezanelisayo.

Kwakutheni Ukuze UThixo Avumele AmaYuda Abulawe Ngenkohlakalo?

Abantu abaninzi babuza isizathu sokuba uThixo oluthando avumele ukubandezeleka. IBhayibhile ineempendulo ezanelisayo!

Ukupheliswa Kweentlungu Kusemnyango!

UThixo uthembisa ukuziphelisa zonke izinto ezibangela iintlungu. Uza kukwenza njani yaye nini oku?

Xa Uswelekelwa Sisihlobo

Xa Uswelekelwe

Jonga izinto eziyi-5 onokuzenza xa usentlungwini.

Xa Kusehla Iintlungu—Ukulahlekelwa Ngumntu Wakho Omthandayo

Kwafa abahlanu kumalungu entsapho kaRonaldo kwingozi yemoto kwiminyaka eyi-16 eyadlulayo. Nangona esenenxeba lokufekwa ,unoxolo lwagaphakathi.

Iindlela Zokunyamezela Intlungu Yokuswelekelwa​—⁠Nazi Izinto Onokuzenza

Abantu abaninzi baye bakwazi ukunyamezela intlungu yokuswelekelwa ngokwenza izinto ezimbalwa ezibancedayo.

Ingaba Ikhona Into Endisayiphilelayo Xa Ndiswelekelwe?

Kukho amacebiso amahlanu anokukuceda unyamezele ukuswelekelwa.

Xa Umzali Esweleka

Ukuswelekelwa ngumzali kubangela intlungu engathethekiyo. Yintoni enokunceda abantu abasebatsha bamelane neemvakalelo ababanazo?

Abantwana Abasentlungwini Yokuswelekelwa

IBhayibhile yabanceda njani abantu abasebatsha abathathu bakwazi ukumelana nokuswelekelwa lilungu lentsapho?

Xa Umntwana Wakho Ebuza Ngokufa

Amanyathelo amane anokukunceda uphendule imibuzo yabo, nendlela yokubanceda bamelane nentlungu yokufelwa.

Ithemba Ngabafi—Yintoni Enokukwenza Uqiniseke Ngalo?

IBhayibhile inezizathu ezibini ezivakalayo ezisenza siqiniseke ngovuko.

Ezona Zinto Zinokunceda Abantu Abakwintlungu Yokuswelekelwa

IBhayibhile inokukunika ezona zinto zinokunceda abantu abakwintlungu yokuswelekelwa.

Iintlekele

Ngaba iBhayibhile Ingakunceda Umelane Neentlekele Ezibangelwa Yimozulu?

IBhayibhile ingakunceda ngaphambi kokuba imozulu ibangele intlekele, ngelo xesha yenzeka ngalo, nasemva kokuba yenzekile.

Ingaba Ikhona Into Endisayiphilelayo Xa Kwehle Intlekele?

IBhayibhile inika amacebiso asebenzayo anokukunceda ukwazi ukunyamezela izinto ezibuhlungu ezibangelwe yintlekele.

Ithini IBhayibhile Ngeentlekele Zemvelo?

Ngaba uThixo ugweba abantu ngeentlekele zemvelo? Ngaba uThixo uyabanceda abo behlelwe yintlekele?

Isitshingitshane KwiiPhilippines—Ukholo Loyisa Ubunzima

Abasindayo kule ntlekele babalisa ngendlela iSitshingitshane uHaiyan esabathwaxa ngayo.