Yiya kwinkcazelo

Umthetho Wezinto Eziyimfihlo

Umthetho Wezinto Eziyimfihlo

Inkcazelo Yobuqu

Inkcazelo yobuqu oyifaka kule webhsayithi isetyenziswa yiWatchtower Bible and Tract Society of New York, Inc., okanye yimibutho yayo kuphela ngezizathu ezichaziweyo. IWatchtower Bible and Tract Society of New York, Inc. ayisoze inike mntu inkcazelo yakho ngaphandle kokuba oku kuyimfuneko yaye iqinisekile ukuba ukumnika akuyi kuba yingxaki, yaye inkcazelo yakho ikhuselekile. Nayiphi na inkcazelo oyifakileyo ayiyi kuthengiswa okanye kurentiswe ngayo.

Iadresi Ye-email

Iadresi ye-email oyifakayo xa uvula iakhawunti yakho kule webhsayithi iza kusetyenziselwa ukukunika inkcazelo ngeakhawunti yakho. Ngokomzekelo, ukuba ulibele igama olisebenzisayo okanye ikhowudi yakho yaye ufuna sikuncede ungene kwiakhawunti yakho, siza kukunceda ngokukuthumelela umyalezo ngeadresi ye-email yakho.

Iicookie

Iicookie yindlela esiyisebenzisayo ukuze sigcine izinto othanda ukuzijonga xa usebenzisa le webhsayithi. Ngokomzekelo, ulwimi okhetha ukulusebenzisa xa uvula le webhsayithi lugcinwa kwiicookie ukuze izinto zivele ngalo xa ubuyela kuyo. Aziqokeleli inkcazelo yakho yobuqu.

IActive Scripting Okanye IJavaScript

Iscripting isetyenziswa yile webhsayithi ukuze iphucule indlela esebenza ngayo le webhsayithi yethu. Inceda le webhsayithi ikhawulezise ukukunika inkcazelo oyifunayo. Asiyisebenziseli ukufaka zinto ekhompyutheni yakho okanye ukuze ifumane inkcazelo engagunyaziswanga.

Iscripting simele sivulwe ukuze iinxalenye ezithile zale webhsayithi zisebenze. Iintlobo zeintanethi ezininzi ziyasivumela ukuba sivuleke okanye sicinywe kwiiwebhsayithi ezithile. Khangela kwindawo yokufumana uncedo ukuze ubone indlela yokuvula iscripting kwiiWebhsayithi.

Ukuba kuye kwafuneka sitshintshe umgaqo esiwusebenzisayo wenkcazelo yobuqu, olo tshintsho siya kulufaka kule webhsayithi ukuze uhlale uyazi inkcazelo esiyisebenzisayo nendlela esiyisebenzisa ngayo.