IMBONISELO Meyi 2014 | Ukho Na Umntu Onokulazi Ikamva?

Impendulo inokubutshintsha ubomi bakho.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Bayanyanisa, Baphinde Babhideke

Ngubani odume ngokuchaza ikamva kwangaphambili?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukho Na Umntu Onokulazi Ikamva?

Ikho indlela yokulichaza ngokuchanileyo ikamva.

UKUNCOKOLA NOMMELWANE

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayakholelwa KuYesu?

Ukuba ayakholelwa kuye, kutheni engathi angamaNgqina kaYesu?

Ngaba Ubusazi?

Kwakutheni ukuze amaYuda acele uPilato ukuba ophule imilenze kaYesu? Ngaba nyhani uDavide wambulala ngesilingi uGoliyati?

XELISA UKHOLO LWABO

Wanyamezela Ikrele Ebinzayo

Umzekelo kaMariya, unina kaYesu, unokukunceda unyamezele “ikrele elide” elibinzayo.

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ukuba ibinguThixo olawulayo, ngaba ngekukho iintlungu ezingaka apha emhlabeni?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba IBhayibhile Ineengcinga ZikaThixo?

Ababhali beBhayibhile abaninzi bathi babhala izinto abazixelelwa nguThixo. Kwakutheni?