IMBONISELO Oktobha 2014 | UBukumkani BukaThixo—Bunokukwenzela Ntoni?

Ukuze uphenduleke umele wazi isizathu sokuba bubalulekile kuYesu, uYise nabantu abathobela uThixo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Umele Ube Nomdla KuBukumkani BukaThixo?

Kutheni uBukumkani bukaThixo buyeyona nto ibalulekileyo kumaNgqina kaYehova, ngoxa ezinye iicawa zingabuhoyanga?

INQAKU ELINGUMXHOLO

UBukumkani BukaThixo—Isizathu Sokuba Bubaluleke Kangaka KuYesu

UYesu wayenesizathu sokuhlala ethetha ngoBukumkani.

INQAKU ELINGUMXHOLO

UBukumkani BukaThixo—Buza Kukwenzela Ntoni?

Ubukhulu becala, impendulo ixhomekeke kuwe.

UKUNCOKOLA NOMMELWANE

Baqalisa Nini Ukulawula UBukumkani BukaThixo? (Inxalenye Yoku-1)

Ukuba uyayazi impendulo, ungakwazi ke ukucacisela omnye umntu ngokusuka eBhayibhileni?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ndandicinga Ngesiqu Sam Kuphela

UChristof Bauer wafundisisa iBhayibhile ngoxa wayekwisikhitshane sakhe esincinane elwandle. Yintoni awayifundayo?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Yintoni eza kwenziwa buBukumkani bukaThixo abangakwaziyo ukuyenza oorhulumente babantu?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni Uthandaza? Ngaba UThixo Uza kundiphendula?

Xa uthandaza, uThixo uxhomekeke kuwe ukuze awuphendule loo mthandazo.