Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ndiyayigcina Imithetho Yakho

Ndiyayigcina Imithetho Yakho
  1. 1. Ndenze ntoni? Ngesi simemo.

    Kunokuba mnandi kungabikho ngxaki.

    Ndingabi naso nesizathu sok’ngayi.

    Oh, yeyiph’ eyona ndlel’ indilungeleyo?

    Ndenze ntoni? Ndikhethe ntoni?

    Izinto zinokungahambi ngendlela

    Kubekh’ izinto ezinokundilinga.

    Oh, ndimele ndenze ntoni, Yehova ndicel’ und’ncede.

    (CHORUS)

    Ndiyayigcina imithetho yakho.

    Ndiya kusoloko ndiyixabisile.

    Ndinced’ ukuba ndiqonde oko kuseLizwini lakho.

  2. 2. Mandiphande ngoko ndimele ndikwenze.

    Andifun’ ukwenza int’ ongayithandiyo,

    Kuba oko kunokuba nemiphumo.

    Nd’yayazi eyona ndlela endizakuyithatha.

    (CHORUS)

    Ndiyayigcina imithetho yakho.

    Indinceda ndenze izigqib’ ezihle.

    Ndinced’ ukuba ndiqonde oko kuseLizwini lakho.

    (CHORUS)

    Ndiyayigcina imithetho yakho.

    Indinceda ndenze izigqib’ ezihle.

    Ndiyifunda imini nobusuku nditsho ndi-.

    bon’ ukuba ungakwicala lam.

    Ndinced’ ukuba ndiqonde oko kuseLizwini lakho.