Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Zibone

Zibone

Dawunlowuda:

  1. 1. Ndival’amehlo ndibone,

    Ihlabathi elinoxolo.

    Masambe

    Ubone.

    Ubone.

  2. 2. Eli asililw’ iphupha nje.

    Uye wasithembis’ uThixo

    Siyamthemba,

    Asoze

    Axoke.

    (CHORUS)

    Khaw’ jonge—

    Bonke abantu bonwabile.

    Khaw’ jonge—

    UThix’ ufuna siphile kanje.

  3. 3. Nabo sele beswelekile,

    Bazok’phila siphinde s’babone

    Masambe,

    Ubone.

    Ubone.

  4. 4. Inyembezi kunye nentlungu

    Asoze s’phinde sizikhumbule.

    Masambe,

    Ubone.

    Ubone.

    (CHORUS)

    Khaw’ jonge—

    Bonke abantu bonwabile.

    Khawu jonge—

    UThix’ ufuna siphile kanje.

  5. 5. Iz’thembis’ eziselizwini.

    Ndinokholo zizakwenzeka.

    (BRIDGE)

    Xa s’cingi

    zthembiso,

    Qiniseka

    Kude kube phakade ,

    Xa u—

  6. 6. Val’ amehlo ubone

    Ihlabathi elinoxolo.

    Masambe,

    Zibone.

    Zibone.