Yiya kwinkcazelo

EIndiya

 

2014-12-09

EINDIYA

Isigwebo Esiye Sazibalula SeNkundla Ephakamileyo YaseIndiya

Ityala elazibalulayo lentsapho yakwaEmmanuel elibandakanya iphondo laseKerala, amaNgqina kaYehova nomhobe wesizwe liye lakhusela laza lathethelela abantu baseIndiya.