Yiya kwinkcazelo

EINDIYA

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke EIndia

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke EIndia
  1. NGOJANUWARI 27, 2014—IKomishoni Yamalungelo Abantu iKarnataka iyangqina ukuba amapolisa aye awaphatha kakubi amaNgqina yaza yayalela ukuba ahlawulwe

  2. NGOMATSHI 2002—AmaNgqina asa iofisi yawo eBangalore ukuze abe nendawo eyaneleyo yokusebenza

  3. NGO-2002—Ukuhlaselwa kwamaNgqina kaYehova kuyanda

  4. NGOAGASTI 11, 1986—INkundla Ephakamileyo yaseIndia yenza isigqibo esibalulekileyo ngenkululeko yokuthetha kwityala leNgqina uBijoe Emmanuel v. State of Kerala

    FUNDA NEZINYE IZINTO

  5. NGOMATSHI 7, 1978—AmaNgqina abhaliswa ngokusemthethweni njengokuba yiWatch Tower Bible and Tract Society yaseIndia

  6. NGOJANUWARI 26, 1950—I-India yamkela umthetho omtsha njengokuba ililizwe elizimeleyo

  7. NGODISEMBA 9, 1944—Urhulumente uyayeka ukuvala iincwadi zamaNgqina KaYehova

  8. NGOJUNI 14, 1941—Urhulumente uvala iincwadi zamaNgqina kaYehova

  9. NGO-1926—AmaNgqina aba neofisi eBombay

  10. NGO-1905—AmaNgqina KaYehova aqalisa iintlanganiso ibe ayashumayela