Imixholo Engakumbi

La manqaku athetha ngemixholo eyahlukahlukeneyo ibe kukho namanye ebekhe avela kwiphepha lokuqala ku-jw.org. Sebenzisa la manqaku neevidiyo ukuze uqinise ukholo lwakho ngobulumko obuseBhayibhileni.

HLALANI NITHE QWA!

Iza Kuphela Nini Imilo?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ithi abantu baseza kuyeka ukulwa. IBhayibhile iyachaza ukuba iza kwenzeka njani loo nto.

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa—Into Ethethwa YiBhayibhile

Jonga iindlela ezimbini ongancedakala ngazo xa unceda abanye.

IPHULO LESIKHUMBUZO

UYesu Uza Kubasusa Abantu Abophula Umthetho

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona?

IPHULO LESIKHUMBUZO

UYesu Uza Kuphelisa Indlala

UYesu Uza Kuyiphelisa Imfazwe

Kusetyenziswe Iitriliyoni Zemali Kwimfazwe—Mkhulu Kangakanani Umonakalo?

Funda ukuba izinto ezisemhlabeni zizoyeka njani ukusetyenziselwa imfazwe nokuba uza kulungiswa njani umonakalo owenza ziimfazwe.

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa—IBhayibhile Inokukunceda

Funda amacebiso amabini anokukunceda uyeke ukuziva uwedwa.

HLALANI NITHE QWA!

Abantu Abasazithembi Ncam Iinkokheli Zepolitiki—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile isikhuthaza ukuba sibajonge kakuhle abantu esinokubathemba ibe isibonisa eyona nto iza kusinceda kwiingxaki zethu.

HLALANI NITHE QWA!

Ngaba Imfazwe Yehlabathi Sele Iza Kwenzeka?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ayizange ichaze nje ngeemfazwe esizibonayo namhlanje kodwa nendlela eziza kuphelisa ngayo zonke iimfazwe.

Indlela UThixo Abakhathalele Ngayo Abantu Abangevayo

Abantu abangevayo emhlabeni wonke bancedwa ziimfundiso zikaThixo. Jonga ukuba ukuba yenzeka njani lo nto.

Baya Besiba Baninzi Abantu Abaziva Bebodwa—Into Ethethwa YiBhayibhile

Funda ukuba abo baziva bebodwa bangenza njani ukuze bonwabe kwangoku.

HLALANI NITHE QWA!

Unokuba Nethemba Ngo-2024—Ithini IBhayibhile?

Ithemba eliseBhayibhileni linokukunceda uphile ubomi obubhetele ngoku, uze ujonge phambili kwikamva elihle.

HLALANI NITHE QWA!

Unyaka ka-2023 Wenze Abantu Banexhala—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile icacisa ukuba zibonisa ntoni izinto ezenzeke ngo-2023.

Abantu Abaninzi Baziva Bebodwa—Yintoni Enokukunceda?

Khawuve amacebiso eBhayibhile amabini anokukunceda ungaziva uwedwa.

HLALANI NITHE QWA!

Kutheni Abantu Becaphukelana Kangaka?—Ithini IBhayibhile?

Funda ukuba kutheni ukucaphukelana kwabantu esikubonayo kule mihla kusibonisa into ebalulekileyo nokuba uThixo uza kwenza ntoni.

Ithini IBhayibhile Ngengxaki Yamanzi Esemhlabeni Wonke?

urhulumente kaThixo uza kuphelisa zonke izinto ezibangela iingxaki zamanzi, nto leyo oorhulumente babantu abangakwaziyo ukuyilungisa.

HLALANI NITHE QWA!

Kutheni Abantu Bengakwazi Ukuxolelana?—Ithini IBhayibhile?

Jonga izizathu ezintathu ezenza ukuba abantu bangakwazi ukuphelisa iimfazwe.

UHuldrych Zwingli Ukhangela Inyaniso YeBhayibhile

Ngeminyaka yoo-1600, uZwingli wafumana inyaniso yeBhayibhile ibe wayezimisele ukuchazela abantu ngeenyaniso zeBhayibhile waza wanceda nabanye bazifunda. Yintoni esinokuyifunda kwiinkolelo zakhe?

HLALANI NITHE QWA!

Ngubani Oza Kukhusela Abantu?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ithi uThixo uza kuphelisa “iimfazwe emhlabeni wonke.” Njani?

HLALANI NITHE QWA!

Ngaba I-Armagedon Iza Kuqala KwaSirayeli?—Ithini IBhayibhile?

Into ethethwa kwincwadi yeSityhilelo ngeArmagedon isichazela impendulo.

Ngaba Inyani Isabalulekile?

IBhayibhile ingakunceda wazi inyani kweli hlabathi lingayihoyanga.

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo Ngeengxaki Zemali?

Ngaba uyazi ukuba iBhayibhile isichazela ngorhulumente oza kuzilungisa zonke iingxaki zemali, aphelise nokungafani kwendlela abantu abaphila ngayo?

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo Ngabantu Beepolitiki Abanganyanisekanga?

Khawuve ukuba uBukumkani bukaThixo buza kusinika njani iNkokheli enokuthenjwa, enenyani, nengasoze yenze izinto ezimbi.

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo Ngokumoshakala Komhlaba?

Khawuve ukuba uBukumkani bukaThixo buza kukulungisa njani ukumoshakala komhlaba.

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

UBukumkani BukaThixo Buza Kwenza Ntoni Ngemeko Yezempilo?

Khawuve ukuba uBukumkani bukaThixo buza kusinceda njani kwizigulo esinazo.

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo Ngeemfazwe?

Jonga ukuba uBukumkani bukaThixo buza kwenza njani kubekho uxolo size sikhuseleke.

Ithini IBhayibhile Ngokungabikho Kokutya Okwaneleyo?

AyingoThixo obangela ukuba kungabikho kutya kwaneleyo, kodwa uye wasilumkisa ngaloo nto.

Ukungatyi Nyama Nezinto Ezisuka Kwizilwanyana—Ithini IBhayibhile?

Jonga ukuba ukungasebenzisi nantoni na esuka kwizilwanyana yeyona nto izokwenza ihlabathi libe bhetele na.

HLALANI NITHE QWA!

Izikhukula Ezonzakalisayo—Ithini IBhayibhile?

Funda ukuba izikhukula ezenzeka emhlabeni wonke zibonisa ntoni ngexesha lethu.

HLALANI NITHE QWA!

Ukunqaba Kokutya Emhlabeni Ngenxa Yemfazwe Nemozulu—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ayinamacebiso anokusinceda kuphela, kodwa isithembisa nokuba izinto ziza kuba bhetele.

HLALANI NITHE QWA!

Ubushushu Obungaqhelekanga Emhlabeni Ngehlobo Lika-2023—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ibonisa ukuba uThixo akazuvumela umhlaba utshatyalaliswe.

IBhayibhile Ingasinceda Njani Sikwazi Ukunyamezelana?

Ezi zibhalo zisibonisa ukuba iBhayibhile ifuna senze uxolo size sibahloniphe bonke abantu.

HLALANI NITHE QWA!

Kulumkiswa Ngeengxaki Ezenziwa Ziiwebhsayithi Zokuncokola Kubantu Abasebatsha—Ithini IBhayibhile?

Khawujonge imigaqo yeBhayibhile emithathu enokunceda abazali bakhusele abantwana babo.

HLALANI NITHE QWA!

Kusetyenziswe Imali Engaphezu Kwe-R39 Triliyon Emkhosini—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile yaprofeta ukuba oorhulumente abanamandla baza kukhuphisana kuba befuna igunya elikhulu. Njengokuba besilwa, babeza kusebenzisa izinto ezininzi.

Iincwadi Zevangeli UMateyu NoYohane Ziye Zakhululwa Ngentetho Yezandla YaseJamani

NgoDisemba 18, 2021, iincwadi zevangeli uMateyu noYohane ziye zakhululwa ngentetho yezandla yaseJamani. Kuyaqalwa ukukhululwa iincwadi zeBhayibhile ezipheleleyo ngolu lwimi.

HLALANI NITHE QWA!

Ngaba Oomatshini Abalinganisa Abantu Bazonceda Okanye Bazomosha?—Ithini IBhayibhile?

Bhayibhile ibonisa ukuba kutheni abantu bengenakuqiniseka ukuba izinto abazenza ngeteknoloji ziza kusetyenziselwa ukunceda kuphela

HLALANI NITHE QWA!

Kuqala Unyaka Wesibini Iqhuba Imfazwe YaseUkraine—Ithembisa Ntoni IBhayibhile?

Funda ngesithembiso esiseBhayibhileni sokupheliswa kwazo zonke iimfazwe.

HLALANI NITHE QWA!

Baninzi Abantwana Abanezigulo Eziphazamisa Iimvakalelo—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile inokubanceda abantwana abaneengxaki.

HLALANI NITHE QWA!

Kwenzeke Iinyikima ETurkey NaseSyria—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile inokubathuthuzela abo baye baneengxaki ngenxa yeenyikima ezenzeke eTurkey naseSyria ize ibanike ithemba.

HLALANI NITHE QWA!

Oososayensi Batshintsha Ixesha Kwiwotshi Ekuthiwa YiDoomsday Clock—Ithini IBhayibhile?

Nangona iBhayibhile ithetha ngesiphelo, isinika nesizathu sokungabi naxhala ngento eza kwenzeka emhlabeni.

HLALANI NITHE QWA!

AmaNgqina KaYehova Nokubulawa Kwabantu NgamaNazi—Ithini IBhayibhile?

Abantu abaninzi banexhala lokuba kusenokuphinda kwenzeke into efana naleyo yenziwa ngamaNazi.

HLALANI NITHE QWA!

Ngaba Abantu Bazo Zonke Iintlanga Bangaze Baphathwe Ngokufanayo?—Ithini IBhayibhile?

Abantu abaninzi bafunda eBhayibhileni indlela yokuphatha abanye ngembeko.

HLALANI NITHE QWA!

Kutheni Iipolitiki Zibohlukanisa Kangaka Abantu?—Ithini IBhayibhile?

Iipolitiki ziya zibohlukanisa abantu. IBhayibhile iyayichaza into enokuyilungisa le nto—inkokheli enokubamanyanisa bonke abantu.

HLALANI NITHE QWA!

Kutheni Sifanele Sibe Nethemba Ngo-2023?—Ithini IBhayibhile?

Abantu abaninzi baqala unyaka benethemba. Iindaba ezimnandi eziseBhayibhileni zingabanceda bangayeki ukuba nalo.

HLALANI NITHE QWA!

U-2022: Unyaka Owenze Abantu Banexhala Notshintshe Izinto—Ithini IBhayibhile?

YiBhayibhile kuphela esichazela ukuba kutheni kusenzeka ezi zinto.

HLALANI NITHE QWA!

Ngaba Ibhola Yasehlabathini Lonke Ingabamanyanisa Abantu?—Ithini IBhayibhile?

INdebe Yehlabathi yenze abantu bacinga nangezinye izinto.

HLALANI NITHE QWA!

Ngaba Oorhulumente Bangakwazi Ukusebenzisana Ukuze Zingabikho Iingxaki Zemozulu?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile yayinyanisile xa yayichaza iingxaki esasiza kuba nazo.

Abaguquleli Ababini Abaye Baligcina Igama LikaThixo KwiTestamente Entsha

Kutheni igama likaThixo limele libuyiselwe? Ngaba ibalulekile loo nto?

Ukuthuthuzelwa Kwabantu Abaswelekelweyo

Xa siswelekelwa ngumntu esimthandayo, sisenokuziva ngathi akukho mntu unokuyiqonda intlungu esikuyo. Kodwa uThixo uyayiqonda ibe angasinceda.

HLALANI NITHE QWA!

Uza Kukhetha Eyiphi INkokheli Wena?—Ithini IBhayibhile?

Nezona nkokheli zenza izinto ezintle zinezinto ezingakwaziyo ukuzenza kodwa kukho iNkokheli enye esiqinisekileyo ngayo.

HLALANI NITHE QWA!

Abezepolitiki Bathi IArmagedon Sele Iza Kufika—Ithini IBhayibhile?

Ngaba kuza kwenzeka iArmagedon xa kusetyenziswa izixhobo zokulwa zenyukliya?

HLALANI NITHE QWA!

Ukungabikho Kwemvula—Ithini IBhayibhile?

Ngaba le ngxaki isemhlabeni wonke ingalungiswa? Ngaba likhona ithemba lokuba kuseza kuba bhetele?

HLALANI NITHE QWA!

AmaKristu Nemfazwe—Ithini IBhayibhile?

Ngaba amaKristu anento yokwenza nemfazwe athobela imiyalelo kaYesu?

HLALANI NITHE QWA!

Kushushu Ngendlela Engaqhelekanga—Ithini IBhayibhile?

Ngaba nyhani abantu abazukwazi ukuhlala emhlabeni?

HLALANI NITHE QWA!

Ukudutyulwa Kwabantu Emhlabeni Wonke—Ithini IBhayibhile?

Ngaba likhona ithemba lokuba ubundlobongela baya kuze buphele?

HLALANI NITHE QWA!

Umhlaba Uyamoshwa—Ithini IBhayibhile?

Enye ivesi yeBhayibhile ithetha ngezinto ezintathu ezenza simoshakalelwe ngumhlaba.

HLALANI NITHE QWA!

Ukudura Kwezinto Emhlabeni Wonke—Ithini IBhayibhile?

Kutheni sineengxaki zemali ezininzi kangaka? Ingakunceda njani iBhayibhile?

HLALANI NITHE QWA!

Ukudutyulwa Kwabantu Esikolweni—Ithini IBhayibhile?

Kutheni kusenzeka ezi zinto zibuhlungu kangaka? Ngaba ziya kuze ziphele?

HLALANI NITHE QWA!

Imfazwe EseUkraine Yenza Kubekho Indlala Nakakhulu Emhlabeni

IBhayibhile yachaza ukuba kuza kubakho indlala kodwa isinika ithemba namacebiso ezinto esinokuzenza ngoku.

HLALANI NITHE QWA!

Kusweleke Abantu Abayi-6 Miliyoni Ngenxa YeKhorona—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile yachaza kwakudala ukuba kuza kubakho izifo ezingubhubhani, ibe iyasithuthuzela ukuze sikwazi ukuzinyamezela. Ichaza nokuba kukho into eza kuziphelisa zonke ezi zinto.

Yaprofeta Yathini IBhayibhile Ngeenyikima Ezinkulu?

Nantsi imizekelo yeenyikima ezinkulu eziye zakho kule minyaka idlulileyo. Nceda ujonge nento iBhayibhile ethi iza kwenzeka kwixesha elizayo.

HLALANI NITHE QWA!

Ithini IBhayibhile Ngokukhonza Imifanekiso?

Ngaba uThixo uyihoyile into yokuba sisebenzisa imifanekiso okanye izithixo xa sikhonza?

HLALANI NITHE QWA!

Iicawe Nemfazwe E-Ukraine—Ithini IBhayibhile Ngaloo Nto?

Abefundisi beecawe beRashiya neUkraine bangene baphelela kule mfazwe futhi benza into ephikisanayo naleyo uYesu wafundisa ukuba abalandeli bakhe ukuba bayenze okanye bangayenzi.

HLALANI NITHE QWA!

Ingxaki Yokubalekela Kwelinye Ilizwe—Abantu Abaninzi Bayemka E-Ukraine

IBhayibhile ichaza eyona nto ebangele abantu babaleka eUkraine nendlela eza kulungiswa ngayo ingaphindi ibekho.

HLALANI NITHE QWA!

IRashiya Ihlasela I-Ukraine

Ukuba kunjalo, ngaba iBhayibhile iyatsho ukuba iza kuphela njani le nto

Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Ndiyeke Ukusebenzisa Iziyobisi?

Izinto ezine ezinokukunceda uphuncule ekusebenziseni iziyobisi.

Ukutshintsha Kwemozulu and Nexesha Elizayo—Ithini IBhayibhile?

Ngaba umdali uwukhathalele umhlaba nabantu abahlala kuwo?

Ngaba Ubomi Buya Kuze Bube Yile Ndlela Babuyiyo Ngaphambi Kwalo Bhubhani? Indlela IBhayibhile Enokusinceda Ngayo Kwihlabathi Elitshintshwe NguBhubhani

Imigaqo yeBhayibhile eyi-6 enokusinceda sikwazi ukulawula izinto esizilindeleyo size simelane nezinto ezenzekayo.

Ngaba Iinkonzo Ziyadibana Neepolitiki?

Emhlabeni wonke, abantu abathi balandela uYesu Kristu, bangene baphelela kwiipolitiki. Ngaba bafanele bayenze loo nto?

Ngaba Umahluko Okhoyo Phakathi Kwabantu Abasokolayo Nezityebi Ungaphela?

Ukhona urhulumente onokulawula kakuhle aze aphelise indlala neengxaki zokuhlupheka.

Ngaba iBhayibhile Ingakunceda Umelane Neentlekele Ezibangelwa Yimozulu?

IBhayibhile ingakunceda ngaphambi kokuba imozulu ibangele intlekele, ngelo xesha yenzeka ngalo, nasemva kokuba yenzekile.

Ngaba Ukungcungcuthekiswa Kuya Kuze Kuphele?

De kuphele uloyiko nogonyamelo, iBhayibhile icebisa izinto ezimbini ezinokwenziwa ngabantu abathwaxwe kukungcungcuthekiswa.

Zilumkele Izinto Ezingeyonyani

Zininzi kakhulu iindaba ezilahlekisayo nezingeyonyani kunye nezinto ezithethwayo ekungekho bungqina bazo, ibe zinokukufaka engxakini.

Xa Uswelekelwe

Jonga izinto eziyi-5 onokuzenza xa usentlungwini.

Ngaba Imigaqo YeBhayibhile Ngezinto Ezilungileyo Nezirongo Isasebenza?

Ezi zizathu zibini zibonisa ukuba kutheni le migaqo ibalulekile

Izinto Onokuzenza Xa Unexhala

Ngawaphi amacebiso neevesi zeBhayibhile anokukunceda uyeke ukuba nexhala kakhulu?

Ithemba Lokuba Izinto Ziseza Kuba Bhetele

Kutheni izithembiso eziseBhayibhileni zingafani nezithembiso zabantu kunye nezinto abazicingayo?

Ngaba Iinkonzo Ziyindlela Nje Yokwenza Imali?

Kwezinye iinkonzo, abantu abaninzi abaya kuzo abanamali, kodwa yena umfundisi unemali eninzi kakhulu.

Iindlela Eziyi-7 Zokugcina Ukutya Kukhuselekile Size Sibe Sempilweni

)Ubomi sisipho, sibonisa ukuba siyabuxabisa xa siyihoyile impilo yethu neyentsapho zethu. Jonga indlela onokukwenza ngayo oko.

Ngubani Oza Kulungisa Umhlaba?

Ezinye iingcali zomhlaba zithi, indlela abantu abenza ngayo kule mihla ifaka ezinye izinto eziphilayo engozini ibe njengokuba ixesha lihamba, ezinye izidalwa ziza kuphela kuba azizukwazi ukuphila emhlabeni.

Izinto Onokuzenza Xa Kukho Izifo

Ungayihoya njani impilo yakho, iimvakalelo zakho uze womeleze nokholo lwakho xa kukho izifo ezikhoyo?

Amadoda Anexhala​—Indlela Enokunceda Ngayo IBhayibhile

Ixhala liye lisanda kula maxesha anzima. Ukuba unexhala, ngaba iBhayibhile ingakunceda?

Bungaze Bubekhona Ubulungisa Emhlabeni?

IBhayibhile isixelela ukuba ubulungisa buvela kuThixo kuba uxabisa bonke abantu ngokufanayo.

Inguqulelo Yehlabathi Elitsha Ehlaziyiweyo Iyafumaneka

Kulwimi lweSpanish, igama elinye linokuthetha izinto ezininzi, abaguquleli benze njani ukuze baguqulele iBhayibhile eza kufundwa ngabantu abakwiindawo ezahlukeneyo emhlabeni?

Indlela Yokumelana Nengxaki Yempilo

Ingakunceda njani iBhayibhile xa impilo yakho itshintsha ngokungalindelekanga?

Indlela Yokuphila Ngemali Encinci

Ukuba nemali encinci kungakwenzela istres, kodwa amacebiso obulumko asuka eBhayibhileni angakunceda uphile ngemali encinci.

Ungayilawula Njani Indlela Obusela Ngayo Utywala?

Izinto eziyi-5 ezinokukunceda ulawule indlela osela ngayo xa unestres.

Ukunceda Abo Baphethwe Kakubi Emakhayeni Abo

Yazi ukuba ayilotyala lakho ibe awukho wedwat

Unokwenza Njani Xa Uwedwa?

Xa uwedwa, awumele ucinge ukuba awunakonwaba, awunakwaneliseka okanye uphelelwe lithemba.

Ngaba UYohane Umbhaptizi Wayengumntu Wokwenene?

Kucacile ukuba umbhali-mbali wakudala uJosephus wayembona uYohane umBhaptizi njengomntu wokwenene. Ngoko nathi sifanele senze njalo.

Iingxelo Zakudala Zingqina Indawo Eyayikuso Isizwe SamaSirayeli

Amacwecwe aseSamariya ayangqinelana nento ethethwa yiBhayibhile.

Ngaba Indlela IBhayibhile Ekuchaza Ngayo Ukuthinjwa KwamaYuda EBhabhiloni Ichanile?

Ngaba bukhona ubungqina bokuba amaYuda awayethinjiwe aphila kanye ngale ndlela uThixo wayeyichazile?

Baqala Njani Ubomi?

Abantu abafundileyo noososayensi abaqondi ukuba izinto zazivelela.

Ungazifumana Njani IZibhalo KwiBhayibhile Yakho?

Iincwadi eziyi-66 zeBhayibhile ngendlela ezilandelelana ngayo, ezifumaneka phantse kuzo zonke iinguqulelo zayo. Igama lencwadi lindelwa linani lesahluko kuze kulandele elevesi.

Babeyixabisile IBhayibhile

UWilliam Tyndale noMichael Servetus ngababini kwabaninzi ababeka esichengeni ubomi babo nendlela abadume ngayo ukuze bathethelele inyaniso eseBhayibhileni nangona babechaswa ibe begrogriswa nangokubulawa.

Babeyixabisile IBhayibhile—Kudlalwa Inxalenye Yayo (UWilliam Tyndale)

Ukuyithanda kwakhe iBhayibhile kwabonakala kwindlela izinto awayezenza ngayo ibe sisancekala kuyo nanamhlanje.

IPHEPHA LOKUQALA

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa—Into Ethethwa YiBhayibhile

Jonga iindlela ezimbini ongancedakala ngazo xa unceda abanye.

IPHULO LESIKHUMBUZO

UYesu Uza Kubasusa Abantu Abophula Umthetho

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona?

IPHULO LESIKHUMBUZO

UYesu Uza Kuphelisa Indlala

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona?

IPHULO LESIKHUMBUZO

UYesu Uza Kuyiphelisa Imfazwe

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona?

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa—IBhayibhile Inokukunceda

Funda amacebiso amabini anokukunceda uyeke ukuziva uwedwa.

Indlela UThixo Abakhathalele Ngayo Abantu Abangevayo

Abantu abangevayo emhlabeni wonke bancedwa ziimfundiso zikaThixo. Jonga ukuba ukuba yenzeka njani lo nto.

Baya Besiba Baninzi Abantu Abaziva Bebodwa—Into Ethethwa YiBhayibhile

Funda ukuba abo baziva bebodwa bangenza njani ukuze bonwabe kwangoku.

Abantu Abaninzi Baziva Bebodwa—Yintoni Enokukunceda?

Khawuve amacebiso eBhayibhile amabini anokukunceda ungaziva uwedwa.

Ithini IBhayibhile Ngengxaki Yamanzi Esemhlabeni Wonke?

urhulumente kaThixo uza kuphelisa zonke izinto ezibangela iingxaki zamanzi, nto leyo oorhulumente babantu abangakwaziyo ukuyilungisa.

Ngaba Inyani Isabalulekile?

IBhayibhile ingakunceda wazi inyani kweli hlabathi lingayihoyanga.

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo Ngeengxaki Zemali?

Ngaba uyazi ukuba iBhayibhile isichazela ngorhulumente oza kuzilungisa zonke iingxaki zemali, aphelise nokungafani kwendlela abantu abaphila ngayo?

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo Ngabantu Beepolitiki Abanganyanisekanga?

Khawuve ukuba uBukumkani bukaThixo buza kusinika njani iNkokheli enokuthenjwa, enenyani, nengasoze yenze izinto ezimbi.

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo Ngokumoshakala Komhlaba?

Khawuve ukuba uBukumkani bukaThixo buza kukulungisa njani ukumoshakala komhlaba.

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

UBukumkani BukaThixo Buza Kwenza Ntoni Ngemeko Yezempilo?

Khawuve ukuba uBukumkani bukaThixo buza kusinceda njani kwizigulo esinazo.

IPHULO ELIKHETHEKILEYO

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo Ngeemfazwe?

Jonga ukuba uBukumkani bukaThixo buza kwenza njani kubekho uxolo size sikhuseleke.

Ithini IBhayibhile Ngokungabikho Kokutya Okwaneleyo?

AyingoThixo obangela ukuba kungabikho kutya kwaneleyo, kodwa uye wasilumkisa ngaloo nto.

Ukungatyi Nyama Nezinto Ezisuka Kwizilwanyana—Ithini IBhayibhile?

Jonga ukuba ukungasebenzisi nantoni na esuka kwizilwanyana yeyona nto izokwenza ihlabathi libe bhetele na.

IBhayibhile Ingasinceda Njani Sikwazi Ukunyamezelana?

Ezi zibhalo zisibonisa ukuba iBhayibhile ifuna senze uxolo size sibahloniphe bonke abantu.

Yaprofeta Yathini IBhayibhile Ngeenyikima Ezinkulu?

Nantsi imizekelo yeenyikima ezinkulu eziye zakho kule minyaka idlulileyo. Nceda ujonge nento iBhayibhile ethi iza kwenzeka kwixesha elizayo.

Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Ndiyeke Ukusebenzisa Iziyobisi?

Izinto ezine ezinokukunceda uphuncule ekusebenziseni iziyobisi.

Ukutshintsha Kwemozulu and Nexesha Elizayo—Ithini IBhayibhile?

Ngaba umdali uwukhathalele umhlaba nabantu abahlala kuwo?

Ngaba Ubomi Buya Kuze Bube Yile Ndlela Babuyiyo Ngaphambi Kwalo Bhubhani? Indlela IBhayibhile Enokusinceda Ngayo Kwihlabathi Elitshintshwe NguBhubhani

Imigaqo yeBhayibhile eyi-6 enokusinceda sikwazi ukulawula izinto esizilindeleyo size simelane nezinto ezenzekayo.

Ngaba Iinkonzo Ziyadibana Neepolitiki?

Emhlabeni wonke, abantu abathi balandela uYesu Kristu, bangene baphelela kwiipolitiki. Ngaba bafanele bayenze loo nto?

Ngaba Umahluko Okhoyo Phakathi Kwabantu Abasokolayo Nezityebi Ungaphela?

Ukhona urhulumente onokulawula kakuhle aze aphelise indlala neengxaki zokuhlupheka.

Ngaba iBhayibhile Ingakunceda Umelane Neentlekele Ezibangelwa Yimozulu?

IBhayibhile ingakunceda ngaphambi kokuba imozulu ibangele intlekele, ngelo xesha yenzeka ngalo, nasemva kokuba yenzekile.

Ngaba Ukungcungcuthekiswa Kuya Kuze Kuphele?

De kuphele uloyiko nogonyamelo, iBhayibhile icebisa izinto ezimbini ezinokwenziwa ngabantu abathwaxwe kukungcungcuthekiswa.

Zilumkele Izinto Ezingeyonyani

Zininzi kakhulu iindaba ezilahlekisayo nezingeyonyani kunye nezinto ezithethwayo ekungekho bungqina bazo, ibe zinokukufaka engxakini.

Ngaba Imigaqo YeBhayibhile Ngezinto Ezilungileyo Nezirongo Isasebenza?

Ezi zizathu zibini zibonisa ukuba kutheni le migaqo ibalulekile

Izinto Onokuzenza Xa Unexhala

Ngawaphi amacebiso neevesi zeBhayibhile anokukunceda uyeke ukuba nexhala kakhulu?

Ithemba Lokuba Izinto Ziseza Kuba Bhetele

Kutheni izithembiso eziseBhayibhileni zingafani nezithembiso zabantu kunye nezinto abazicingayo?

Ngaba Iinkonzo Ziyindlela Nje Yokwenza Imali?

Kwezinye iinkonzo, abantu abaninzi abaya kuzo abanamali, kodwa yena umfundisi unemali eninzi kakhulu.

Ngubani Oza Kulungisa Umhlaba?

Ezinye iingcali zomhlaba zithi, indlela abantu abenza ngayo kule mihla ifaka ezinye izinto eziphilayo engozini ibe njengokuba ixesha lihamba, ezinye izidalwa ziza kuphela kuba azizukwazi ukuphila emhlabeni.

Amadoda Anexhala​—Indlela Enokunceda Ngayo IBhayibhile

Ixhala liye lisanda kula maxesha anzima. Ukuba unexhala, ngaba iBhayibhile ingakunceda?

Bungaze Bubekhona Ubulungisa Emhlabeni?

IBhayibhile isixelela ukuba ubulungisa buvela kuThixo kuba uxabisa bonke abantu ngokufanayo.

Indlela Yokumelana Nengxaki Yempilo

Ingakunceda njani iBhayibhile xa impilo yakho itshintsha ngokungalindelekanga?

Indlela Yokuphila Ngemali Encinci

Ukuba nemali encinci kungakwenzela istres, kodwa amacebiso obulumko asuka eBhayibhileni angakunceda uphile ngemali encinci.

Ungayilawula Njani Indlela Obusela Ngayo Utywala?

Izinto eziyi-5 ezinokukunceda ulawule indlela osela ngayo xa unestres.

Ukunceda Abo Baphethwe Kakubi Emakhayeni Abo

Yazi ukuba ayilotyala lakho ibe awukho wedwat

Unokwenza Njani Xa Uwedwa?

Xa uwedwa, awumele ucinge ukuba awunakonwaba, awunakwaneliseka okanye uphelelwe lithemba.

IZINTO EZAHLUKENEYO

UHuldrych Zwingli Ukhangela Inyaniso YeBhayibhile

Ngeminyaka yoo-1600, uZwingli wafumana inyaniso yeBhayibhile ibe wayezimisele ukuchazela abantu ngeenyaniso zeBhayibhile waza wanceda nabanye bazifunda. Yintoni esinokuyifunda kwiinkolelo zakhe?

Iincwadi Zevangeli UMateyu NoYohane Ziye Zakhululwa Ngentetho Yezandla YaseJamani

NgoDisemba 18, 2021, iincwadi zevangeli uMateyu noYohane ziye zakhululwa ngentetho yezandla yaseJamani. Kuyaqalwa ukukhululwa iincwadi zeBhayibhile ezipheleleyo ngolu lwimi.

Abaguquleli Ababini Abaye Baligcina Igama LikaThixo KwiTestamente Entsha

Kutheni igama likaThixo limele libuyiselwe? Ngaba ibalulekile loo nto?

Ukuthuthuzelwa Kwabantu Abaswelekelweyo

Xa siswelekelwa ngumntu esimthandayo, sisenokuziva ngathi akukho mntu unokuyiqonda intlungu esikuyo. Kodwa uThixo uyayiqonda ibe angasinceda.

Xa Uswelekelwe

Jonga izinto eziyi-5 onokuzenza xa usentlungwini.

Iindlela Eziyi-7 Zokugcina Ukutya Kukhuselekile Size Sibe Sempilweni

)Ubomi sisipho, sibonisa ukuba siyabuxabisa xa siyihoyile impilo yethu neyentsapho zethu. Jonga indlela onokukwenza ngayo oko.

Izinto Onokuzenza Xa Kukho Izifo

Ungayihoya njani impilo yakho, iimvakalelo zakho uze womeleze nokholo lwakho xa kukho izifo ezikhoyo?

Inguqulelo Yehlabathi Elitsha Ehlaziyiweyo Iyafumaneka

Kulwimi lweSpanish, igama elinye linokuthetha izinto ezininzi, abaguquleli benze njani ukuze baguqulele iBhayibhile eza kufundwa ngabantu abakwiindawo ezahlukeneyo emhlabeni?

Ngaba UYohane Umbhaptizi Wayengumntu Wokwenene?

Kucacile ukuba umbhali-mbali wakudala uJosephus wayembona uYohane umBhaptizi njengomntu wokwenene. Ngoko nathi sifanele senze njalo.

Iingxelo Zakudala Zingqina Indawo Eyayikuso Isizwe SamaSirayeli

Amacwecwe aseSamariya ayangqinelana nento ethethwa yiBhayibhile.

Ngaba Indlela IBhayibhile Ekuchaza Ngayo Ukuthinjwa KwamaYuda EBhabhiloni Ichanile?

Ngaba bukhona ubungqina bokuba amaYuda awayethinjiwe aphila kanye ngale ndlela uThixo wayeyichazile?

Baqala Njani Ubomi?

Abantu abafundileyo noososayensi abaqondi ukuba izinto zazivelela.

Ungazifumana Njani IZibhalo KwiBhayibhile Yakho?

Iincwadi eziyi-66 zeBhayibhile ngendlela ezilandelelana ngayo, ezifumaneka phantse kuzo zonke iinguqulelo zayo. Igama lencwadi lindelwa linani lesahluko kuze kulandele elevesi.

Babeyixabisile IBhayibhile—Kudlalwa Inxalenye Yayo (UWilliam Tyndale)

Ukuyithanda kwakhe iBhayibhile kwabonakala kwindlela izinto awayezenza ngayo ibe sisancekala kuyo nanamhlanje.

Babeyixabisile IBhayibhile

UWilliam Tyndale noMichael Servetus ngababini kwabaninzi ababeka esichengeni ubomi babo nendlela abadume ngayo ukuze bathethelele inyaniso eseBhayibhileni nangona babechaswa ibe begrogriswa nangokubulawa.

Siyaxolisa, akukho magama angqamana nokhetho lwakho.